ر ب

Musa - Nomkitha

20174m★ 7.7
ر ب

Stream Musa by Musa here: https://Musa.lnk.to/MusaAlbum Follow Musa on his socials: Twitter: https://twitter.com/Musathevoice Instagram: https://www.instagram.com/musathevoice/ Lyrics: ndibanjwa luvalo... xa ndibona wena andisakwazi nokuzi bamba. ndincuma kakhulu xa ndibona wena andali ndiyoyika... ukuthetha nawe kodwa Nomkhitha khand'nik'thuba ndithethe nawe Ohhh ndyak'cela mamela ngawe ndyaz'fela ngawe ndyaz'fela khawleza sondela khawleza sondela ndikthand'okwempela ndikthand'okwempela Nomkhithakazi Nomkhithakazi Buyandiphambanisa ubuhle bakho intliziyo yam igcwelu'thando lwakho inkomo zikhona, baph'abazali bakho ndizimisel ukba ngumyeni wakho. ndyak'cela mamela ndyakcela mamela ngawe ndyaz'fela ngawe ndyaz'fela khawleza sondela khawleza sondela khawleza sondela ndikthand'okwempela ndikthand'okwempela Nomkhithakazi Nomkhithakazi Nomkhithakazi Nomkhithakazi ndyak'cela mamela ndyak'cela mamela ngawe ndyaz'fela ngawe ndyazfela khawleza sondela khawleza sondela ndikthand'okwempela ndikthand'okwempela ndyakcela mamela ndyakcela mamela ngawe ndyaz'fela ngawe ndyaz'fela khawleza sondela khawleza sondela ndikthand'okwempela ndikthand'okwempela Nomkhithakazi Nomkhithakazi #Musa #MrSerious

کاسٹ

M

Musa

Singer

آپ کو یہ بھی پسند آ سکتا ہے